IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Intonga yobukhosi ayizukusuka kuYuda,+ nentonga yomyaleli ayizukusuka phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo,*+ zize zithobele yena izizwana.+

  • 1 Samuweli 13:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuzukuhlala xesha lide.+ UYehova uza kufumana indoda ethandwayo yintliziyo yakhe,+ yaye uYehova uza kuyibeka ibe yinkokheli yabantu bakhe,+ kuba wena awuwathobelanga amazwi uYehova akuyalele wona.”+

  • INdumiso 78:70
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 70 Wakhetha umkhonzi wakhe uDavide+

      Emthatha kubuhlanti beegusha,+

  • IZenzo 13:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Emva kokuba emsusile esihlalweni, wabeka uDavide ukuba abe ngukumkani wabo,+ lo wathi ngaye, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda ethandwayo yintliziyo yam,+ uza kuzenza zonke izinto endizifunayo.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share