IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:32
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 UDavide wathi kuSawule: “Sanukumoyika. Umkhonzi wakho uza kulwa nalaa mFilisti.”+

  • 1 Samuweli 17:36
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 36 Zombini ingonyama nebhere, umkhonzi wakho wazibulala. Nalo mFilisti ungolukanga uza kufana nenye yazo, kuba uxhokonxe umkhosi* woThixo ophilayo.”+

  • 1 Samuweli 17:45, 46
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 45 UDavide wathi kumFilisti: “Wena uza kum unekrele, umkhonto nentshuntshe.+ Mna ndiza kuwe ngegama likaYehova wemikhosi,+ uThixo womkhosi wakwaSirayeli, lo uye wamgezela.*+ 46 Ngale mini uYehova uza kukunikezela esandleni sam,+ ndiza kukubulala ndize ndikunqumle intloko, yaye ngale mini, izidumbu zomkhosi wamaFilisti ndiza kuzinika iintaka zamazulu namarhamncwa omhlaba. Abantu emhlabeni wonke baza kwazi ukuba kukho uThixo kwaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share