1 Samuweli 16:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko wathi makayobizwa waza wamzisa kuSamuweli. Wayengumfana obubomvurha, enamehlo amahle yaye eyinzwana.+ UYehova wathi: “Phakama, mthambise, kuba nguye lo!”+
12 Ngoko wathi makayobizwa waza wamzisa kuSamuweli. Wayengumfana obubomvurha, enamehlo amahle yaye eyinzwana.+ UYehova wathi: “Phakama, mthambise, kuba nguye lo!”+