1 Samuweli 20:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UDavide wathi kuYonatan: “Jonga! Ngomso kuthwasa inyanga,+ ibe kulindelwe ukuba ndibekho kwisidlo sikakumkani. Ngoko umele undikhulule ndihambe, yaye ndiza kuzifihla endle de kube ngomsomnye.
5 UDavide wathi kuYonatan: “Jonga! Ngomso kuthwasa inyanga,+ ibe kulindelwe ukuba ndibekho kwisidlo sikakumkani. Ngoko umele undikhulule ndihambe, yaye ndiza kuzifihla endle de kube ngomsomnye.