1 Samuweli 20:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ukuba kwenzekile utata wakho abuze ukuba ndiphi, uze uthi, ‘UDavide undicengile esithi ufuna ukuthi tshalala, abaleke aye eBhetelehem+ kwisixeko sakowabo, kuba kukho umbingelelo waminyaka le wentsapho yonke apho.’+
6 Ukuba kwenzekile utata wakho abuze ukuba ndiphi, uze uthi, ‘UDavide undicengile esithi ufuna ukuthi tshalala, abaleke aye eBhetelehem+ kwisixeko sakowabo, kuba kukho umbingelelo waminyaka le wentsapho yonke apho.’+