1 Samuweli 20:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UYonatan waphinda wamcela uDavide ukuba afunge ukuba uyamthanda, kuba yena wayemthanda uDavide kanye ngendlela azithanda ngayo.+ 1 Samuweli 20:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ekubeni siye sathembisana,+ kwanga uYehova angalingqina leso sithembiso ngonaphakade.”+
17 UYonatan waphinda wamcela uDavide ukuba afunge ukuba uyamthanda, kuba yena wayemthanda uDavide kanye ngendlela azithanda ngayo.+