IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Wathi kubo: “Lungelani umhla wesithathu. Ningabelani ngesondo namntu.”*

  • Levitikus 15:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 “‘Ukuba indoda iphuma amadlozi, ifanele ihlambe wonke umzimba wayo emanzini ize ibe yengacocekanga kude kuhlwe.+

  • 2 Samuweli 11:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 U-Uriya wathi kuDavide: “ITyeya,+ uSirayeli noYuda bahleli ezintenteni, yaye inkosi yam uYowabhi nezicaka zenkosi yam bamise inkampu endle. Ngaba mna ndifanele ndiye endlini yam ukuze nditye, ndisele ndize ndilale nomfazi wam?+ Uphila nje yaye uphefumla, soze ndiyenze loo nto!”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share