IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 UKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wabhunga noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, abaphuma kwisizwe sakwaRubhen.+

  • Numeri 16:32
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 Wavuleka umhlaba waza wabaginya, bona kunye neentsapho zabo, nabo bonke abantu bendlu kaKora+ nazo zonke izinto zabo.

  • Numeri 26:10, 11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ngoko umhlaba wavuleka waza wabaginya. Yena uKora wafa nabaxhasi bakhe xa umlilo watshabalalisa amadoda ayi-250.+ Into eyenzekayo kubo yaba sisilumkiso nakwabanye abantu.+ 11 Kodwa ke bona oonyana bakaKora abazange bafe.+

  • Yuda 11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Imbi into eza kuwehlela! Kaloku ahambe ngendlela kaKayin,+ angxamela iindlela eziphosakeleyo zikaBhileham+ ejonge umvuzo, ibe aye atshabalala ngenxa yokulinganisa uKora,+ aphikisana namadoda anegunya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share