Duteronomi 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ukususela namhlanje, ndiza kwenza zonke izizwana ezisemhlabeni zinoyike xa zisiva ngani. Ziza kuphazamiseka zize zingcangcazele* ngenxa yenu.’+ Duteronomi 11:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Akukho mntu uza kumelana nani.+ UYehova uThixo wenu uza kubenza banoyike baze bankwantye abantu belizwe eniza kuhamba kulo,+ kanye njengokuba enithembisile. Yoshuwa 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wathi: “Ndiyazi ukuba uYehova uza kuninika eli lizwe,+ yaye sonke apha siyanoyika.+ Bonke abantu beli lizwe batyhafile ngenxa yenu,+
25 Ukususela namhlanje, ndiza kwenza zonke izizwana ezisemhlabeni zinoyike xa zisiva ngani. Ziza kuphazamiseka zize zingcangcazele* ngenxa yenu.’+
25 Akukho mntu uza kumelana nani.+ UYehova uThixo wenu uza kubenza banoyike baze bankwantye abantu belizwe eniza kuhamba kulo,+ kanye njengokuba enithembisile.
9 Wathi: “Ndiyazi ukuba uYehova uza kuninika eli lizwe,+ yaye sonke apha siyanoyika.+ Bonke abantu beli lizwe batyhafile ngenxa yenu,+