3 Emva koko, ethetha nayo yonke indlu kaSirayeli, uSamuweli wathi: “Ukuba nibuyela kuYehova ngentliziyo yenu yonke,+ balahleni oothixo basemzini+ kunye nemifanekiso ka-Ashtoreti.+ Nimele niyinikele ngokupheleleyo intliziyo yenu kuYehova, nikhonze yena yedwa,+ yaye uza kunisindisa kumaFilisti.”+