IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 35:21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Emva koko wonke umntu owayeqhutywa yintliziyo,+ nabo bonke abantu abahlabekayo beza, bazisa umnikelo kaYehova ukuze kwenziwe intente yokuhlangana, nokuze isetyenziselwe ukwenza wonke umsebenzi owenziwa kuyo kunye nokwenza iimpahla ezingcwele.

  • 1 Kronike 29:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Abantu babevuya nyhani kuba benikele, kuba babenikele kuYehova ngentliziyo epheleleyo,+ noDavide ukumkani wavuya kakhulu.

  • Ezra 7:14-16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kuba uthunywa ngukumkani nabacebisi bakhe abasixhenxe ukuba uye kuhlola ukuba uyathotyelwa na kwaYuda naseYerusalem uMthetho kaThixo wakho okuwe,* 15 uhambe nesilivere negolide anikela ngayo ngokuzithandela ukumkani nabacebisi bakhe kuThixo kaSirayeli, onendlu eYerusalem, 16 nayo yonke isilivere negolide oyifumana kulo lonke iphondo* laseBhabhiloni, kunye nesipho abantu nababingeleli abanikela ngaso ngokuzithandela endlini kaThixo wabo eseYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share