1 Ngonyaka wesibini kaKumkani uDariyo, ngenyanga yesithandathu, ngomhla wokuqala kuloo nyanga, lafika ilizwi likaYehova ngoHagayi+ umprofeti lisiza kuZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli, umlawuli wakwaYuda, nakuYoshuwa unyana kaYehotsadaki, umbingeleli omkhulu, lisithi: