Genesis 6:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Le yimbali kaNowa. UNowa wayelilungisa.+ Kubantu bexesha lakhe,* wazingqina emsulwa.* UNowa wahamba noThixo wokwenene.+
9 Le yimbali kaNowa. UNowa wayelilungisa.+ Kubantu bexesha lakhe,* wazingqina emsulwa.* UNowa wahamba noThixo wokwenene.+