IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 8:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Emva koko uNowa wakhela uYehova isibingelelo,+ waza wathatha ezinye kuzo zonke izilwanyana ezicocekileyo, nezinye kuzo zonke iintaka ezicocekileyo,+ wenza iminikelo etshiswayo esibingelelweni eso.+

  • Genesis 12:7, 8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 UYehova wabonakala kuAbram waza wathi: “Inzala* yakho+ ndiza kuyinika eli lizwe.”+ UAbram wakhela uYehova owayebonakele kuye isibingelelo kuloo ndawo. 8 Emva kwexesha wafuduka apho, waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli,+ wamisa intente apho. IBheteli yayingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Wamakhela isibingelelo apho uYehova+ waza wabiza egameni likaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share