IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Habhakuki 1:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Kutheni undenza ndibone ububi,

      Yaye kutheni unyamezela ingcinezelo?

      Kutheni kukho intlekele nobundlobongela phambi kwam?

      Ibe kutheni ukuxabana nomlo kusanda?

  • Habhakuki 1:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Amehlo akho asulungeke kakhulu ukuba angabukela ububi;

      Ibe awubunyamezeli ububi.+

      Kutheni ke unyamezela abantu abanamaqhinga,+

      Uze uthule xa ongalunganga eginya olilungisa kunaye?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share