Rute 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UBhohazi wenyuka waya kwigeyithi yesixeko+ waza wahlala apho. Wathi esahleli kwadlula laa mhlawuleli wayethethe ngaye.+ Akumbona, uBhohazi wathi: “Zibani-bani khawuze ngapha, uhlale phantsi.” Waya, wafika wahlala phantsi. IMizekeliso 31:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Umyeni wakhe uyaziwa ezigeyithini zesixeko,+Apho ahlala khona phakathi kwabadala belizwe.
4 UBhohazi wenyuka waya kwigeyithi yesixeko+ waza wahlala apho. Wathi esahleli kwadlula laa mhlawuleli wayethethe ngaye.+ Akumbona, uBhohazi wathi: “Zibani-bani khawuze ngapha, uhlale phantsi.” Waya, wafika wahlala phantsi.