Genesis 6:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 oonyana boThixo wokwenene*+ bazibona ukuba zintle iintombi zabantu. Bazikhethela abafazi kuzo. Duteronomi 33:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Wathi: “UYehova wavela eSinayi,+Wakhazimla phezu kwabo eSehire. Uzuko lwakhe lwakhanya kummandla weentaba wakwaParan,+Yaye wayekunye namashumi amawaka eengelosi ezingcwele,+Ngasekunene ingamakroti akhe.+ Yobhi 38:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Xa iinkwenkwezi+ zakhwaza zivuya,*Nabo bonke oonyana bakaThixo*+ bemdumisa?
2 Wathi: “UYehova wavela eSinayi,+Wakhazimla phezu kwabo eSehire. Uzuko lwakhe lwakhanya kummandla weentaba wakwaParan,+Yaye wayekunye namashumi amawaka eengelosi ezingcwele,+Ngasekunene ingamakroti akhe.+