IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Emva koko uSamuweli wathi: “Ngaba uYehova uvuyiswa yiminikelo etshiswayo nemibingelelo+ ngaphezu kokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Jonga! Ukuthobela kubaluleke ukogqitha umbingelelo,+ nokumamela kubaluleke ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha,+

  • INdumiso 40:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Awufunanga mbingelelo namnikelo,*+

      Kodwa uzivulile iindlebe zam ukuze ndive.+

      Awucelanga minikelo itshiswayo naminikelo yesono.+

  • Hoseya 6:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Kuba ndivuyiswa kukuthandwa ngokungagungqiyo,* kungekhona yimibingelelo,

      Nokwaziwa kukaThixo, endaweni yeminikelo etshiswa ngokupheleleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share