1 Samuweli 22:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UDowegi+ umEdom, owayebekwe wangumphathi wezicaka zikaSawule wathi:+ “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi, eze kuAhimeleki unyana ka-Ahitubhi.+
9 UDowegi+ umEdom, owayebekwe wangumphathi wezicaka zikaSawule wathi:+ “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi, eze kuAhimeleki unyana ka-Ahitubhi.+