Numeri 30:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ukuba umntu wenza isifungo+ kuYehova okanye uyafunga+ ukuba akazi kuyenza into ethile, umele asigcine isifungo sakhe.+ Ufanele enze kanye ngokwesifungo sakhe.+ INtshumayeli 5:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Nanini na uthembisa uThixo, sukulibazisa ukuyenza loo nto umthembise yona,+ kuba akabathandi abantu abazizidenge.+ Yenze into oyithembisileyo.+
2 Ukuba umntu wenza isifungo+ kuYehova okanye uyafunga+ ukuba akazi kuyenza into ethile, umele asigcine isifungo sakhe.+ Ufanele enze kanye ngokwesifungo sakhe.+
4 Nanini na uthembisa uThixo, sukulibazisa ukuyenza loo nto umthembise yona,+ kuba akabathandi abantu abazizidenge.+ Yenze into oyithembisileyo.+