IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 5:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ukuba ubona igosa eliphakamileyo licinezela ihlwempu okanye lisenza ngokungekho mthethweni kwilungisa elikwingingqi yakho, mayingakothusi loo nto,+ kuba lijongiwe ngulowo ungentla kulo, ibe bakhona nabangaphezulu kubo bobabini.

  • Isaya 10:1, 2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Baza kuthi shu abantu ababeka imithetho eyenzakalisayo,+

      Abahlala bebhala imithetho ecinezelayo,

       2 Abangasihoyanga isimangalo sehlwempu,

      Abangabenzeli bulungisa abantu bam abangenanto,+

      Abenza abahlolokazi amaxhoba abo,

      Naboxutha izinto zabantwana abangenatata!*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share