1 Samuweli 19:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ethubeni uSawule wachazela uYonatan unyana wakhe nezicaka zakhe zonke ukuba ufuna ukubulala uDavide.+ INdumiso 10:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ulalela endaweni yakhe yokuzimela okwengonyama esikhundleni sayo.*+ Uyalalela ukuze amthi hlasi ongenakuzinceda. Uyamrhintyela ongenakuzinceda ngokuwutsala uvaleke umnatha wakhe.+ INdumiso 71:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Iintshaba zam zindibhungile,Nabo bafuna ubomi bam bagqugula ngam,+
19 Ethubeni uSawule wachazela uYonatan unyana wakhe nezicaka zakhe zonke ukuba ufuna ukubulala uDavide.+
9 Ulalela endaweni yakhe yokuzimela okwengonyama esikhundleni sayo.*+ Uyalalela ukuze amthi hlasi ongenakuzinceda. Uyamrhintyela ongenakuzinceda ngokuwutsala uvaleke umnatha wakhe.+