IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 18:35
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 35 Undinika ikhaka lakho losindiso,+

      Yaye isandla sakho sasekunene siyandixhasa,

      Nokuthobeka kwakho kundenza ndibe mkhulu.+

  • INdumiso 21:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 Isandla sakho siza kuzifumana zonke iintshaba zakho;

      Isandla sakho sasekunene siza kubafumana abo bakucaphukelayo.

  • INdumiso 108:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Sisindise ngesandla sakho sasekunene uze undiphendule,

      Ukuze basindiswe abantu bakho obathandayo.+

  • INdumiso 118:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Kutsho intsholo yoloyiso

      Ezintenteni zamalungisa.

      Isandla sasekunene sikaYehova sibonakalisa amandla aso.+

  • Isaya 41:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Sukoyika, kuba ndinawe.+

      Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho.+

      Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda,+

      Ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share