IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 13:27, 28
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 nakwintlambo,* eBhete-haram, eBhete-nimra,+ eSukoti+ naseTsafon, wonke umhlaba owawungowobukhosi bukaKumkani uSihon waseHeshbhon,+ yaye iYordan ingumda osusela emazantsi oLwandle LwaseKinereti*+ ngasempuma yeYordan. 28 Eli lifa, izixeko neendawo zokuhlala zaba zezamaGadi ngokweentsapho zawo.

  • INdumiso 108:7-9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  7 UThixo uthethile ebungcweleni bakhe* wathi:

      “Ndiza kuvuya, ndinikele ngeShekem+ ibe lilifa,

      NeNtlambo YaseSukoti*+ ndiza kuyisikela abantu bam.

       8 UGiliyadi+ ngowam, noManase ngowam,

      UEfrayim sisigcina-ntloko sam;*+

      UYuda yintonga yam yenkumanda.+

       9 UMowabhi+ sisitya endihlambela kuso.

      Ndiza kuyiphosa phezu koEdom+ imbadada yam.

      Ndiza kukhwaza kuba ndiwoyisile amaFilisti.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share