Duteronomi 1:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Kodwa wathi uYehova kum, ‘Yithi kubo: “Sanukunyuka niyokulwa,+ kuba andizukuba nani. Ukuba niyenyuka niza koyiswa ziintshaba zenu.”’ Duteronomi 20:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuze anilwele kwiintshaba zenu aze anisindise.’+ Yoshuwa 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+
42 Kodwa wathi uYehova kum, ‘Yithi kubo: “Sanukunyuka niyokulwa,+ kuba andizukuba nani. Ukuba niyenyuka niza koyiswa ziintshaba zenu.”’
12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+