Isaya 30:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Yaye imbewu oyityalileyo emhlabeni uza kuyinika imvula,+ nokutya okuveliswa ngumhlaba kuza kuba kuninzi yaye kutyebe.*+ Ngaloo mini imfuyo yakho iza kutya kumadlelo athe tyaba.+
23 Yaye imbewu oyityalileyo emhlabeni uza kuyinika imvula,+ nokutya okuveliswa ngumhlaba kuza kuba kuninzi yaye kutyebe.*+ Ngaloo mini imfuyo yakho iza kutya kumadlelo athe tyaba.+