Isaya 51:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Ndim kanye onithuthuzelayo.+ Yintoni enokunenza noyike umntu ofayo,+Nonyana womntu oza kubuna oku kwengca?
12 “Ndim kanye onithuthuzelayo.+ Yintoni enokunenza noyike umntu ofayo,+Nonyana womntu oza kubuna oku kwengca?