Yeremiya 7:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Izidumbu zesi sizwana ziza kuba kukutya kweentaka zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungabikho mntu uwagxothayo abaleke.+ Yeremiya 15:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “‘Ndiza kusizisela iintlekele ezine,’*+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, izinja ukuze zirhuqe, iintaka zamazulu namarhamncwa omhlaba ukuba aqwenge yaye atshabalalise.+ Yeremiya 34:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ndiza kubanikela kwiintshaba zabo nakwabo bafuna ukubabulala; izidumbu zabo ziza kuba kukutya kweentaka zezulu nezamarhamncwa omhlaba.+
33 Izidumbu zesi sizwana ziza kuba kukutya kweentaka zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungabikho mntu uwagxothayo abaleke.+
3 “‘Ndiza kusizisela iintlekele ezine,’*+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, izinja ukuze zirhuqe, iintaka zamazulu namarhamncwa omhlaba ukuba aqwenge yaye atshabalalise.+
20 Ndiza kubanikela kwiintshaba zabo nakwabo bafuna ukubabulala; izidumbu zabo ziza kuba kukutya kweentaka zezulu nezamarhamncwa omhlaba.+