Eksodus 25:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ezo kherubhi zimele ziwolulele phezulu amaphiko azo, zogqume isivalo ngamaphiko azo,+ zijongene. Ubuso beekherubhi mabujonge kwisivalo. Eksodus 25:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ndiza kuzityhila kuwe apho, ndize ndithethe nawe ndiphezu kwesivalo seTyeya.+ Ndiza kukuxelela yonke imiyalelo endiza kuyinika amaSirayeli, ndiphakathi kwezo kherubhi zimbini eziphezu kwetyeya yoBungqina. 1 Samuweli 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.
20 Ezo kherubhi zimele ziwolulele phezulu amaphiko azo, zogqume isivalo ngamaphiko azo,+ zijongene. Ubuso beekherubhi mabujonge kwisivalo.
22 Ndiza kuzityhila kuwe apho, ndize ndithethe nawe ndiphezu kwesivalo seTyeya.+ Ndiza kukuxelela yonke imiyalelo endiza kuyinika amaSirayeli, ndiphakathi kwezo kherubhi zimbini eziphezu kwetyeya yoBungqina.
4 Ngoko abantu bathumela amadoda eShilo, aza ayithwala ityeya yesivumelwano kaYehova wemikhosi, ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+ Oonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi,+ nabo babelapho kunye netyeya yesivumelwano kaThixo wokwenene.