Isaya 42:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+
13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+