7 Intsimi yeediliya kaYehova wemikhosi yindlu kaSirayeli;+
Isityalo awayesithanda, ngamadoda akwaYuda.
Wayethembe ukuba kuza kwenziwa okusemthethweni,+
Kodwa jonga! kwasuka kwagcwala ulwaphulo-mthetho;
Enethemba lobulungisa, kodwa jonga! kwasuka kwasisikhalo sentlungu!”+