12 Ndawenza atyhafa ningekafiki, ndawagxotha,+ kanye njengookumkani ababini bama-Amori. Naningancedwa likrele okanye sisaphetha senu.+ 13 Ngoko ndaninika ilizwe eningazange nilisebenzele nezixeko eningazange nizakhe,+ nahlala kuzo. Ngoku nitya iidiliya neminquma eningazange niyityale.’+