IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Uze uthi kuFaro, ‘Uthi uYehova: “USirayeli ngunyana wam, izibulo lam.+

  • Isaya 49:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 UYehova, Lowo wandibumbela ukuba ngumkhonzi wakhe ndisesesibelekweni,

      Uthe ndiza kubuyisela uYakobi kuye,

      Ukuze uSirayeli abizelwe kuye.+

      Ndiza kuzukiswa phambi kukaYehova,

      UThixo wam uza kuba ngamandla am.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share