Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+ Mika 7:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+