IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+

      Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+

      Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+

  • INdumiso 96:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Bonke oothixo bezizwana abanaxabiso,+

      Kodwa yena uYehova wenze amazulu.+

  • 1 Korinte 8:5, 6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Abantu bathi kukho oothixo abaninzi ezulwini nasemhlabeni.+ Ngoko kubo kukho oothixo abaninzi neenkosi ezininzi, 6 kodwa kuthi kukho uThixo omnye,+ uTata wethu,+ ezenziwe nguye zonke izinto,+ nesiphilela yena; yaye kukho iNkosi enye, uYesu Kristu, ezikho ngaye zonke izinto,+ nathi sikho ngaye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share