INtshumayeli 12:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva kwayo yonke le nto, ndingashwankathela ngokuthi: Yoyika uThixo wokwenene+ uze uthobele imiyalelo yakhe,+ kuba le yeyona nto ifunekayo emntwini.+ Yeremiya 32:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze bahlale bendoyika, ukuze kulunge kubo nakoonyana babo abaza kulandela.+
13 Emva kwayo yonke le nto, ndingashwankathela ngokuthi: Yoyika uThixo wokwenene+ uze uthobele imiyalelo yakhe,+ kuba le yeyona nto ifunekayo emntwini.+
39 Ndiza kubanika intliziyo enye+ nendlela enye ukuze bahlale bendoyika, ukuze kulunge kubo nakoonyana babo abaza kulandela.+