INtshumayeli 2:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuba akukho mntu uhlala ekhunjulwa, nokuba usisilumko okanye usisidenge.+ Wonke umntu uza kulityalwa kwimihla ezayo. Khona, siza kufa njani isilumko? Siza kufa njengesidenge.+ INtshumayeli 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ndabona nabenzi-bubi bengcwatywa, abo babengena bephuma endaweni engcwele, kodwa babekhawuleza balityalwe kwisixeko abenze kuso izinto ezimbi.+ Kwanayo leyo ililize. INtshumayeli 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kaloku abaphilayo bayazi* ukuba baseza kufa,+ kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela,+ abafumani mvuzo, kuba balityelwe.+
16 Kuba akukho mntu uhlala ekhunjulwa, nokuba usisilumko okanye usisidenge.+ Wonke umntu uza kulityalwa kwimihla ezayo. Khona, siza kufa njani isilumko? Siza kufa njengesidenge.+
10 Ndabona nabenzi-bubi bengcwatywa, abo babengena bephuma endaweni engcwele, kodwa babekhawuleza balityalwe kwisixeko abenze kuso izinto ezimbi.+ Kwanayo leyo ililize.
5 Kaloku abaphilayo bayazi* ukuba baseza kufa,+ kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela,+ abafumani mvuzo, kuba balityelwe.+