IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 4:30, 31
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 30 Ubulumko bukaSolomon babubuninzi kunabo bonke ubulumko baseMpumalanga nakunabo bonke ubulumko baseYiputa.+ 31 Wayelumke ngaphezu kwakhe nawuphi na omnye umntu, ngaphezu kukaEtan+ umEzera noHeman,+ uKalkoli+ noDarda, oonyana bakaMaholi; waduma kuzo zonke iintlanga ezimngqongileyo.+

  • 1 Kronike 2:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Oonyana bakaZera yayinguZimri, uEtan, uHeman, uKalkoli noDara. Bebonke babebahlanu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share