IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 3:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide yatsala ixesha elide, ibe uDavide waya esomelela ngokomelela,+ yona indlu kaSawule yaya iphelelwa ngamandla.+

  • 2 Samuweli 7:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Ndiza kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizisuse* zonke iintshaba zakho phambi kwakho.+ Ndiza kukwenzela igama elikhulu,+ elinjengegama lamadoda azukileyo emhlabeni.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share