2 Kumkani 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko wathandaza esithi: “Owu Yehova, ndicela uvule amehlo akhe, ukuze abone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo esicaka sakhe saza sabona, yaye jonga! iintaba zazizaliswe ngamahashe neenqwelo zokulwa zomlilo+ zijikeleze uElisha.+ INdumiso 34:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ingelosi kaYehova ikhusela abo bamoyikayo,+Ize ibasindise.+ Mateyu 18:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Lumkani, ningadeleli namnye kwaba bancinci, kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, iingelosi zabo ezulwini zihlala zibubona ubuso bukaTata osezulwini.+
17 Emva koko wathandaza esithi: “Owu Yehova, ndicela uvule amehlo akhe, ukuze abone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo esicaka sakhe saza sabona, yaye jonga! iintaba zazizaliswe ngamahashe neenqwelo zokulwa zomlilo+ zijikeleze uElisha.+
10 Lumkani, ningadeleli namnye kwaba bancinci, kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, iingelosi zabo ezulwini zihlala zibubona ubuso bukaTata osezulwini.+