Isaya 63:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wayehlala ekhathazekile xa bekhathazekile.+ Yaye isithunywa sakhe sabasindisa.*+ Wabahlawulela kuba ebathanda futhi ebavela,+Wabafunqula waza wabathwala yonke imihla yakudala.+
9 Wayehlala ekhathazekile xa bekhathazekile.+ Yaye isithunywa sakhe sabasindisa.*+ Wabahlawulela kuba ebathanda futhi ebavela,+Wabafunqula waza wabathwala yonke imihla yakudala.+