Eksodus 18:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ ngenxa yezinto azenzileyo kwabo baye bakhukhumala baza babaphatha kakubi abantu bakhe.” Isaya 44:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sanukutyhwatyhwa,Sanukungcangcazela amadolo luloyiko.+ Ngaba andixelelanga ngamnye kuni kwangaphambili ndaza ndanazisa? Ningamangqina am.+ Ngaba ukho omnye uThixo ngaphandle kwam? Hayi, akekho omnye uLiwa;+ akekho endimaziyo.’”
11 Ngoku ndiyazi ukuba uYehova mkhulu kunabo bonke abanye oothixo,+ ngenxa yezinto azenzileyo kwabo baye bakhukhumala baza babaphatha kakubi abantu bakhe.”
8 Sanukutyhwatyhwa,Sanukungcangcazela amadolo luloyiko.+ Ngaba andixelelanga ngamnye kuni kwangaphambili ndaza ndanazisa? Ningamangqina am.+ Ngaba ukho omnye uThixo ngaphandle kwam? Hayi, akekho omnye uLiwa;+ akekho endimaziyo.’”