IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 112:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  4 Ukhazimlisa amalungisa ngokungathi lilitha ebumnyameni.+

      ח [Heth]

      Uyabavela abantu,* unenceba+ nobulungisa.

  • IMizekeliso 4:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Kodwa indlela yamalungisa ifana nokuthi qheke kokusa

      Okuya kukhanya ngokukhanya de kube semini.+

  • Isaya 30:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Nokukhanya kwenyanga epheleleyo kuza kuba njengokukhanya kwelanga; yaye ukukhanya kwelanga kuza kuba namandla ngokuphindaphindwe kasixhenxe,+ njengokukhanya kweentsuku ezisixhenxe ngemini uYehova awabopha ngayo amanxeba anzulu abantu bakhe+ ababethwe nguye.+

  • Mika 7:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  9 Ingqumbo kaYehova ndiza kuyithwala,

      Kuba ndimonile,+

      De achophele ityala lam aze andigwebe ngobulungisa.

      Uza kundizisa ekukhanyeni;

      Ndiza kububona ubulungisa bakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share