-
Yoshuwa 23:6, 7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 “Yibani nesibindi ukuze nithobele nize nenze yonke into ebhalwe kwincwadi yoMthetho+ KaMoses, kwaye ningaze niwushiye niye ekhohlo okanye ekunene,+ 7 ngokuzixuba nezi ntlanga+ zisashiyekileyo. Ningawabizi nokuwabiza amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo, yaye ningaze nibakhonze okanye niqubude kubo.+
-