IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 10:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 “Kanti ke naxa nonwabile,+ ingamatheko enu+ okanye kuqala inyanga, nimele niwakhalise la maxilongo xa nisenza iminikelo etshiswayo+ nemibingelelo yobuhlobo;+ yaye uThixo wenu uza kuhlala enikhumbula. NdinguYehova uThixo wenu.”+

  • 1 Kronike 15:28
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 28 Onke amaSirayeli ayenyusa ityeya yesivumelwano* kaYehova ekhwaza evuya,+ ekhalisa uphondo, amaxilongo,+ amacangci, eyikhalisela phezulu imirhubhe neehadi.+

  • 2 Kronike 29:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 Emva koko, uHezekiya wayalela ukuba kunikelwe umbingelelo otshiswayo esibingelelweni.+ Xa kwakuqaliswa ukwenziwa umnikelo otshiswayo, yaqala nengoma kaYehova, kwatsho namaxilongo, kukhokela izixhobo zikaKumkani uDavide wakwaSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share