Duteronomi 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Nimele nivuye phambi koYehova uThixo wenu,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu nabaLevi abahlala ezixekweni zenu kuba abanasabelo okanye lifa kunye nani.+ Nehemiya 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya nisele nezinto ezimnandi,* nize niphe nabo bangenakutya;+ kuba le yimini engcwele kwiNkosi yethu; ningakhathazeki, kuba uvuyo enilunikwa nguYehova luza kunomeleza.”*
12 Nimele nivuye phambi koYehova uThixo wenu,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu nabaLevi abahlala ezixekweni zenu kuba abanasabelo okanye lifa kunye nani.+
10 UNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya nisele nezinto ezimnandi,* nize niphe nabo bangenakutya;+ kuba le yimini engcwele kwiNkosi yethu; ningakhathazeki, kuba uvuyo enilunikwa nguYehova luza kunomeleza.”*