INdumiso 95:6, 7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Yizani, masikhonze size siqubude;Masiguqe phambi koMenzi wethu uYehova.+ 7 Kuba yena nguThixo wethu,Thina singabantu bedlelo lakhe,Izimvu* ezihoywa nguye.*+ Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje,+ Hezekile 34:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 “‘Nina ke zimvu zam,* zimvu endizihoyileyo,+ ningabantu kuphela, kodwa mna ndinguThixo wenu,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.” 1 Petros 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba naninjengeegusha ezilahlekayo,+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ okhusela ubomi benu.
6 Yizani, masikhonze size siqubude;Masiguqe phambi koMenzi wethu uYehova.+ 7 Kuba yena nguThixo wethu,Thina singabantu bedlelo lakhe,Izimvu* ezihoywa nguye.*+ Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje,+ Hezekile 34:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 “‘Nina ke zimvu zam,* zimvu endizihoyileyo,+ ningabantu kuphela, kodwa mna ndinguThixo wenu,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.” 1 Petros 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba naninjengeegusha ezilahlekayo,+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ okhusela ubomi benu.
31 “‘Nina ke zimvu zam,* zimvu endizihoyileyo,+ ningabantu kuphela, kodwa mna ndinguThixo wenu,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”