Eksodus 9:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa ndiye ndakuyeka ukuze ndikubonise amandla am nokuze igama lam laziwe emhlabeni wonke.+ Roma 9:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyeke waphila ngenxa yesi sizathu: ukuze ndibonakalise amandla am ngawe, nokuze igama lam laziwe emhlabeni wonke.”+
17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyeke waphila ngenxa yesi sizathu: ukuze ndibonakalise amandla am ngawe, nokuze igama lam laziwe emhlabeni wonke.”+