-
2 Samuweli 16:5-7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Akufika eBhahurim uKumkani uDavide, kwaphuma indoda yentsapho kaSawule, enguShimeyi,+ unyana kaGera, emkhwaza ngezithuko njengoko esondela.+ 6 Wayegibisela uDavide ngamatye, egibisela nabo bonke abakhonzi bakaKumkani uDavide, bonke abantu nawo onke amadoda anamandla awayengasekunene nangasekhohlo kwakhe. 7 UShimeyi wayethukisela esithi: “Hamba apha, hamba apha, ndodandini enetyala legazi! Lo ngantweni!
-
-
INdumiso 69:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
Abo banditshabalalisayo,
Iintshaba zam ezinamaqhinga,* zininzi kakhulu.
Ndanyanzelwa ukuba ndinikise ngezinto endingazibanga.
-