Yakobi 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba lowo ungenanceba akazukwenzelwa nceba xa egwetywa.+ Kaloku ukuba nenceba kubaluleke ngaphezu kokugweba.
13 Kuba lowo ungenanceba akazukwenzelwa nceba xa egwetywa.+ Kaloku ukuba nenceba kubaluleke ngaphezu kokugweba.